Iinjongo ze Self-Employed Womens Union
Self-Employed Womens Union (SEWU), 1997
Online
academicJournal
Zugriff:
ISEWU yimanyano yamakhosikazi azisebenzelayo ngokwawo abangenawo umsebenzi osisigxina. Ungazimanyaxa uyinkosikazi eziphilelayo ngoluhlobo lulandelayo: Xa uzisebenzela ngokwakho ungaqashanga bantu bangaphezu kwesithathu; Xa usebenzela abantu bengakuqashanga isigxina; Xa usenza umsebenzi ongekho phantsi kwayo nayiphi imanyano; Xa usebenza umsebenzi wethutyana (casual). Imali yokuzimanya ne SEWU yi Rl 0.00, umrhumo wenyanga yi R5.00 emva kokuba ujoyinile. Uyakuthi ufumane ikhadi lobulungu elizakuthi libonise imirhumo yakho, kunye ne risiti njalo xa ubhatala. ISEWU inazo nee ofisi zokucebisa (Advice Offices) amakhosikazi asebenzayo angekho phantsi kwayo nayiphi imanyano. Wamkelekile uze kuboniswane / ngengxaki yakho sibone indlela esinokuyisombulula ngayo.
Titel: |
Iinjongo ze Self-Employed Womens Union
|
---|---|
Autor/in / Beteiligte Person: | SEWU |
Link: | |
Veröffentlichung: | Self-Employed Womens Union (SEWU), 1997 |
Medientyp: | academicJournal |
Schlagwort: |
|
Sonstiges: |
|